Current Status
Not Enrolled
Price
Free
Get Started

TO BEGIN THE COURSE PLEASE CLICK THE PURPLE ‘TAKE THIS COURSE’ BUTTON ABOVE

Wamkelekile kwikhosi efundwa ngeintanethi, “UKwaziswa kokuPhila nokuKhubazeka.” Kule khosi, uza kufunda malunga nobomi bokuphila nokukhubazeka. Asiz’ ukufikelela yonke into, kodwa uza kufunda okusisiseko. Siza kucinga malunga nomfuziselo wezentlalo wokuphila nokukhubazeka, siphonononge imiqobo enokwenza ubomi bokuphila nokukhubazeka bube nzima, kwaye siqonde amalungelo aqinisekisa ukuba wonke umntu uphathwa ngokobulungisa. Siza kujonga kwakhona ukudluliselwa size sithethe malunga neenzuzo zokuquka. Oku kusisiqalo nje sokuqonda ubomi bokuphila nokukhubazeka. Masiqalise ukufunda!

Lo mxholo uphuhliswe yiShonaquip Social Enterprise (i-SSE). I-SSE liqumrhu elijolise ukulungiselela ukuqukwa kwabo bonke abantu ukubandakanya nabantwana abaphila nokukhubazeka. I-SSE iququzelela iinkqubo ezininzi zobandakanyo lokuphila nokukhubazeka zabazali, iingcali zase-ECD, oonontlalontle, abahlali kunye neengcali zokunyanga.

 

www.ShonaquipSE.org.za 

Click here to continue